Molweni Bahlali Esi sisimemo kumsitho Thembokwezi Crime Imbizo ezakuba ise Zola Business School ebizwa…

Please log in or register to like posts.
Nuus
Molweni Bahlali Esi sisimemo kumsitho Thembokwezi Crime Imbizo ezakuba ise Zola Business School ebizwa…

Molweni Bahlali

Esi sisimemo kumsitho Thembokwezi Crime Imbizo ezakuba ise Zola Business School ebizwa sisipolisa South African Police Service, necandelo lowiso mthetho Judiciary, nakunye necandelo lezobulungisa Correctional Service nokuhlala obumelwe Thembokwezi CPF nakunye neThembokwezi Residents Association ngentsimbi yesithathu 15:00
Ngomgqibelo 13 July 2019.

………………………………….

Molweni Bahlali

This serves as an invitation to the Thembokwezi Imbizo which will take place at Zola Business School, organized by South African Police Services, in partnership with Judiciary, Correctional Services, and community represented by Thembokwezi CPF & Thembokwezi Residents Association at 15:00 on Saturday 13 July 2019.


Share this page to Telegram

Reactions

0
0
0
0
0
0
Already reacted for this post.

Reactions

Nobody liked ?

Leave a Reply

Your email address will not be published.